Zahara - Imali Songtexte

We mali
we zuka notiki
Undenza ntoni na?
Sibulalana ngenxa yakho
We mali
we zuka notiki
Undenza ntoni na?
Sibulalana ngenxa yakho
Mali, mali! Mbangi yesono!
Sesibulalana ngenxa yakho
Mali, mali! Mbangi yesono!
Sesibulalana ngenxa yakho
Ndixakene liphupho lam
We mali
we mali
Ndahlukene nezihlobo zam
We mali
we mali
Abapolitiki nasecaweni
Baxabana ngawe, we mali
Nakum uzamile, mali
Awuphumelelanga, we mali.
Mali, mali! Mbangi yesono!
Sesibulalana ngenxa yakho
Mali, mali, mali
Sesibulalana ngenxa yakho
Mali, mali! Mbangi yesono!
Sesibulalana ngenxa yakho
Mali, mali, mali
Sesibulalana ngenxa yakho
We mali, we zuka notiki
Undenza ntoni na?
Sibulalana ngenxa yakho
We mali, we zuka notiki
Undenza ntoni na?
Sibulalana ngenxa yakho
Mali, mali! Mbangi yesono!
Sesibulalana ngenxa yakho
Mali, mali! Mbangi yesono!
Sesibulalana ngenxa yakho
Ndixakene liphupho lam
We mali
we mali
Ndahlukene nezihlobo zam
we mali
we mali
Abapolitiki nasecaweni
Baxabana ngawe, we mali
Nakum uzamile, mali
Awuphumelelanga, we mali
Mali, mali! Mbangi yesono!
Sesibulalana ngenxa yakho
Mali, mali! Mbangi yesono!
Sesibulalana ngenxa yakho
Mali, mali! Mbangi yesono!
Sesibulalana ngenxa yakho
Mali, mali! Mbangi yesono!
Sesibulalana ngenxa yakho
We mali, we zuka notiki
Undenza ntoni na?
Sibulalana ngenxa yakho
We mali, we zuka notiki
Undenza ntoni na?
Sibulalana ngenxa yakho
Dieser text wurde 1197 mal gelesen.